Call us on: +27 (0) 87 55 10 100
Stage Audio Works - We supply the industry
QUICK LINKS

IsiXhosa

IStage Audio Works yeyona ndlela inikezela nefakela ubugcisa bale mihla kwiAfrika iphela, nekwanengcingane yokunikezela ubugcisa obokwizinga elipjhezulu ukuqinisekisa ukuba abaxhasi baxolile yinkonzo nokunyusa umgangatho wemibhiyozo kwiimakethi zeAfrika.

Imiba edityanisiweyo iquka ukukhanya kwezibane, okukhalayo, ividiyo, iringi nezakhiwo nonxulumaniso nothungelwano lokonwabisa

IStage Audio Works inesakhono, yinkampani eqhutywa bubuncwane, ukukwazi ukwenza umsebenzi ngendlela ephucukileyo nethe gca.

IStage Audio Works ikholelwa ekubeni unikezelo zinkonzo, inxaso, uqeqesho, imveliso eyiyo nendlela yokuziphatha ngundoqo wokuxolisa abaxhasi nokunyusa umgangatho wenkampani “ sixhasa ushishino” oko kungumngeni neenjongo zethu.

Cofa kulwimi ofuna ukulisebenzisa ukutolika eli phepha.

NEWS

d&b helps audio top the agenda at PLASA 2016

d&b helps audio top the agenda at PLASA 2016
UK - It was all about sound at the 2016 PLASA show, held at London's Olympia. There was a distinct a[...]

d&b audiotechnik debuts installation models

d&b audiotechnik debuts installation models
Europe - The new 24S and 24S-D point source loudspeakers from d&b audiotechnik are set to conquer pe[...]

Yamaha Rivage PM10 mixes Radio France Festival

Yamaha Rivage PM10 mixes Radio France Festival
France - Yamaha's flagship Rivage PM10 digital mixing console has been an increasingly common sight [...]
Follow us on
© 2017 Stage Audio Works - leading international supplier, manufacturer and distributor of cutting-edge live entertainment, houses of worship, commercial and industrial technology solutions in Africa. The rights of the ownership of all trademarks are recognised. Information and specifications subject to change without notice. Any queries, comments should be directed to the Webmaster.